IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem, ekwaYuda.+ Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke,+ uYehova uThixo wakhe makabe naye.+ Ngoko makanyuke.’”+

  • Ezra 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu+ uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem,+ ekwaYuda.

  • Isaya 44:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share