IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+

  • Isaya 14:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 eyenza ilizwe elinemveliso lanjengentlango neyabhukuqa nezixeko zayo,+ eyayingazange iwavulele namabanjwa alo indlela esinge ekhaya?’+

  • Isaya 43:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Utsho uYehova, uMhlawuleli wenu,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli, ukuthi:+ “Ngenxa yenu ndiza kuthumela eBhabhiloni ndize ndihlise imivalo yeentolongo,+ namaKhaledi ehlahlamba ezinqanaweni zawo.+

  • Isaya 49:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa utsho uYehova ukuthi: “Kwaneqela labathinjwa bendoda enamandla liya kuthatyathwa,+ nabo sele bethatyathwe nguzwilakhe baya kubaleka.+ Kwaye nabani na osukuzana nawe mna ndiya kusukuzana naye,+ noonyana bakho ndiya kubasindisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share