Isaya 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba utsho uYehova kum ukuthi: “Yiya, umise umlindi ukuze axele oko akubonayo.”+ Isaya 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza wamemeza njengengonyama wathi:+ “Owu Yehova, ndimi rhoqo emboniselweni emini, yaye ndimi endaweni yam yokulinda ubusuku bonke.+
8 Waza wamemeza njengengonyama wathi:+ “Owu Yehova, ndimi rhoqo emboniselweni emini, yaye ndimi endaweni yam yokulinda ubusuku bonke.+