Isaya 48:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Hambani, niphume eBhabhiloni!+ Balekani nimke kumaKhaledi.+ Xelani kwanangesandi sentswahla yovuyo, kuvakaliseni oku.+ Kwenzeni kuye nasesiphelweni somhlaba.+ Yithini: “UYehova umhlawulele umkhonzi wakhe uYakobi.+ Yeremiya 50:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni, niphume kwilizwe lamaKhaledi,+ yaye yibani njengezilwanyana ezikhokela umhlambi.+ Zekariya 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wenani! Wenani! Sabani, ngoko, kwilizwe lasemntla,”+ utsho uYehova. “Kuba ndinisasaze ngokubanzi naya kwimimoya yomine yamazulu,”+ utsho uYehova. ISityhilelo 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndaza ndeva elinye ilizwi liphuma ezulwini lisithi: “Phumani kuyo, bantu bam,+ ukuze ningabelani nayo ngezono+ zayo, nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.
20 Hambani, niphume eBhabhiloni!+ Balekani nimke kumaKhaledi.+ Xelani kwanangesandi sentswahla yovuyo, kuvakaliseni oku.+ Kwenzeni kuye nasesiphelweni somhlaba.+ Yithini: “UYehova umhlawulele umkhonzi wakhe uYakobi.+
8 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni, niphume kwilizwe lamaKhaledi,+ yaye yibani njengezilwanyana ezikhokela umhlambi.+
6 “Wenani! Wenani! Sabani, ngoko, kwilizwe lasemntla,”+ utsho uYehova. “Kuba ndinisasaze ngokubanzi naya kwimimoya yomine yamazulu,”+ utsho uYehova.
4 Ndaza ndeva elinye ilizwi liphuma ezulwini lisithi: “Phumani kuyo, bantu bam,+ ukuze ningabelani nayo ngezono+ zayo, nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.