IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+

  • Isaya 11:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa.

  • Yeremiya 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wathi uYehova kum: “Intlekele iya kuphuma ngasemntla ize kubo bonke abemi belizwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share