Levitikus 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron. Numeri 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Simele sinyamekele zonke iimpahla+ zentente yokuhlangana, kwanembopheleleko yoonyana bakaSirayeli ngokuthi siphumeze inkonzo yasemnqubeni.+ Ezra 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UKumkani uKoreshi wazizisa iimpahla zendlu kaYehova,+ ezo uNebhukadenetsare wayeze nazo eYerusalem+ waza wazibeka endlwini yothixo wakhe.+ Ezra 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye ababingeleli nabaLevi bamkela ubunzima besilivere negolide neempahla, ukuba babuzise eYerusalem endlwini yoThixo wethu.+
3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron.
8 Simele sinyamekele zonke iimpahla+ zentente yokuhlangana, kwanembopheleleko yoonyana bakaSirayeli ngokuthi siphumeze inkonzo yasemnqubeni.+
7 UKumkani uKoreshi wazizisa iimpahla zendlu kaYehova,+ ezo uNebhukadenetsare wayeze nazo eYerusalem+ waza wazibeka endlwini yothixo wakhe.+
30 Yaye ababingeleli nabaLevi bamkela ubunzima besilivere negolide neempahla, ukuba babuzise eYerusalem endlwini yoThixo wethu.+