Numeri 1:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Nanini na ninduluka nomnquba, ufanele wothulwe+ ngabaLevi; yaye apho nimisa khona inkampu, umnquba wona ufanele umiswe ngabaLevi; kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo kuwo makabulawe.+ Isaya 52:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mkani, mkani, phumani apho,+ ningachukumisi nto ingahlambulukanga;+ phumani phakathi kwazo,+ zigcineni nihlambulukile, nina nithwala impahla kaYehova.+
51 Nanini na ninduluka nomnquba, ufanele wothulwe+ ngabaLevi; yaye apho nimisa khona inkampu, umnquba wona ufanele umiswe ngabaLevi; kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo kuwo makabulawe.+
11 Mkani, mkani, phumani apho,+ ningachukumisi nto ingahlambulukanga;+ phumani phakathi kwazo,+ zigcineni nihlambulukile, nina nithwala impahla kaYehova.+