Isaya 52:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokomlinganiselo abathe abaninzi bamjonga ngawo bethe manga+—ukonakala kwembonakalo yakhe+ kwakukukhulu ngaphezu kokwakhe nawuphi na umntu nobume bakhe+ kunobo boonyana boluntu—
14 Ngokomlinganiselo abathe abaninzi bamjonga ngawo bethe manga+—ukonakala kwembonakalo yakhe+ kwakukukhulu ngaphezu kokwakhe nawuphi na umntu nobume bakhe+ kunobo boonyana boluntu—