INdumiso 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ucele ubomi kuwe. Wamnika,+Imihla emide ukusa kwixesha elingenammiselo, kude kube ngonaphakade.+ Isaya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+ 1 Timoti 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 okuphela konokungafi,+ ohlala ekukhanyeni okungenakufikeleleka,+ ekungekho namnye umntu ombonileyo okanye onako ukumbona.+ Kuye makubekho imbeko+ namandla angunaphakade. Amen.
7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+
16 okuphela konokungafi,+ ohlala ekukhanyeni okungenakufikeleleka,+ ekungekho namnye umntu ombonileyo okanye onako ukumbona.+ Kuye makubekho imbeko+ namandla angunaphakade. Amen.