IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 19:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kuba eYerusalem kuya kuphuma intsalela,+ nabo basindileyo bevela kwiNtaba yeZiyon.+ Yona kanye inzondelelo+ kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.

  • Isaya 37:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba kuya kuphuma intsalela+ eYerusalem nabo basindileyo eNtabeni yeZiyon.+ Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+

  • Hezekile 36:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share