Isaya 51:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngaba umlibele na uYehova uMenzi wakho,+ Lowo waneka amazulu+ nobeka isiseko somhlaba,+ ukuze woyike rhoqo imini iphela ngenxa yomsindo walowo ukurhangqileyo,+ ngokungathi wayebekelwe ukukonakalisa?+ Yaye uphi na umsindo walowo ukurhangqileyo?+ Isaya 52:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+
13 Ngaba umlibele na uYehova uMenzi wakho,+ Lowo waneka amazulu+ nobeka isiseko somhlaba,+ ukuze woyike rhoqo imini iphela ngenxa yomsindo walowo ukurhangqileyo,+ ngokungathi wayebekelwe ukukonakalisa?+ Yaye uphi na umsindo walowo ukurhangqileyo?+
52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+