Isaya 45:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zisithi, ‘Ngokuqinisekileyo kuYehova bubulungisa obupheleleyo namandla.+ Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye naye baya kuza ngqo kuye baze babe neentloni.+ Yeremiya 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+ Roma 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ukuze abonise ubulungisa+ bakhe ngeli xesha langoku, ukuze abe lilungisa kwanaxa emvakalisa elilungisa+ umntu okholwayo kuYesu. 2 Korinte 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye. Efese 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 nambathe+ ubuntu obutsha+ obadalwa+ ngokokuthanda kukaThixo ngobulungisa bokwenyaniso+ nokunyaniseka. Filipi 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ndize ndifunyanwe ndimanyene naye, ndingenabulungisa bubobam, buphuma emthethweni,+ kodwa ndinobo bungokokholo+ kuKristu, bulungisa obo obuphuma kuThixo ngokholo,+
24 zisithi, ‘Ngokuqinisekileyo kuYehova bubulungisa obupheleleyo namandla.+ Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye naye baya kuza ngqo kuye baze babe neentloni.+
6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+
26 ukuze abonise ubulungisa+ bakhe ngeli xesha langoku, ukuze abe lilungisa kwanaxa emvakalisa elilungisa+ umntu okholwayo kuYesu.
21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.
24 nambathe+ ubuntu obutsha+ obadalwa+ ngokokuthanda kukaThixo ngobulungisa bokwenyaniso+ nokunyaniseka.
9 ndize ndifunyanwe ndimanyene naye, ndingenabulungisa bubobam, buphuma emthethweni,+ kodwa ndinobo bungokokholo+ kuKristu, bulungisa obo obuphuma kuThixo ngokholo,+