IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 25:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova wemikhosi uya kwenzela zonke izizwana,+ kule ntaba,+ isidlo sokutya okuneoli eninzi,+ isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho, sokutya okuneoli eninzi okuzaliswe ngumongo,+ sewayini+ egcinwe ngeentsipho, yahluzwa.+

  • Yakobi 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share