Isaya 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+ Daniyeli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wanikwa ulawulo+ nesidima+ nobukumkani,+ ukuze zonke izizwana neentlanga neelwimi zimkhonze.+ Ulawulo lwakhe lulawulo oluhlala ngokungenammiselo olungayi kudlula, nobukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.+ Mateyu 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ndithi kuni baninzi abaya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nakwimimandla yasentshonalanga,+ bangqendeve etafileni noAbraham noIsake noYakobi ebukumkanini+ bamazulu;+
10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+
14 Wanikwa ulawulo+ nesidima+ nobukumkani,+ ukuze zonke izizwana neentlanga neelwimi zimkhonze.+ Ulawulo lwakhe lulawulo oluhlala ngokungenammiselo olungayi kudlula, nobukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.+
11 Kodwa ndithi kuni baninzi abaya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nakwimimandla yasentshonalanga,+ bangqendeve etafileni noAbraham noIsake noYakobi ebukumkanini+ bamazulu;+