IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 72:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Iintaba mazibazisele uxolo abantu,+

      Kwaneenduli, ngobulungisa.

  • Isaya 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+

  • Isaya 65:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Ingcuka+ nemvana ziya kudla kunye,+ nengonyama iya kudla iindiza njengenkunzi yenkomo;+ inyoka, kube luthuli ukutya kwayo.+ Aziyi kwenzakalisa+ okanye zibangele nawuphi na umonakalo entabeni yam yonke engcwele,”+ utsho uYehova.

  • Daniyeli 2:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Kwaza kwatyumka konke, intsimbi nodongwe oluxonxiweyo nobhedu nesilivere negolide, zaba njengomququ wesanda sasehlotyeni,+ kwafika umoya waziphephetha, awafunyanwa konke konke umkhondo wazo.+ Lasuka ilitye elabetha umfanekiso lowo, laba yintaba enkulu, lazalisa umhlaba uphela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share