1 Kumkani 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+
29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+