Isaya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+ Isaya 29:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba phezu kwenu uYehova uthulule umoya wobuthongo obunzulu;+ yaye uyawavala amehlo enu, abaprofeti,+ azigqubuthele neentloko zenu,+ iimboni.+ Mateyu 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+
10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+
10 Kuba phezu kwenu uYehova uthulule umoya wobuthongo obunzulu;+ yaye uyawavala amehlo enu, abaprofeti,+ azigqubuthele neentloko zenu,+ iimboni.+
14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+