1 Samuweli 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli le yindlela ebengathetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umprofeti lo wanamhlanje wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.) Yeremiya 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+ Yeremiya 27:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Kuba andibathumanga,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta egameni lam ngobuxoki, ukuze ndinisasaze,+ yaye niya kutshabalala,+ nina nabaprofeti abaniprofetelayo.’”+
9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli le yindlela ebengathetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umprofeti lo wanamhlanje wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.)
14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+
15 “‘Kuba andibathumanga,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta egameni lam ngobuxoki, ukuze ndinisasaze,+ yaye niya kutshabalala,+ nina nabaprofeti abaniprofetelayo.’”+