ABagwebi 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Hambani niye kumemeza nicele uncedo koothixo+ enibakhethileyo.+ Mayibe ngabo abanisindisayo ngexesha lokubandezeleka kwenu.” Isaya 42:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bamele babuyiselwe emva, baya kuba neentloni kakhulu, abo bakholosa ngomfanekiso oqingqiweyo,+ abo bathi kumfanekiso otyhidiweyo: “Ningoothixo bethu.”+
14 Hambani niye kumemeza nicele uncedo koothixo+ enibakhethileyo.+ Mayibe ngabo abanisindisayo ngexesha lokubandezeleka kwenu.”
17 Bamele babuyiselwe emva, baya kuba neentloni kakhulu, abo bakholosa ngomfanekiso oqingqiweyo,+ abo bathi kumfanekiso otyhidiweyo: “Ningoothixo bethu.”+