IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 97:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Mababe neentloni bonke abo bakhonza nawuphi na umfanekiso oqingqiweyo,+

      Abo baqhayisa ngoothixo abangenaxabiso.+

      Qubudani kuye, nonke nina bothixo.+

  • Isaya 1:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+

  • Isaya 44:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Khangela! Onke amaqabane akhe aya kuba neentloni,+ neengcibi zingabantu basemhlabeni. Bonke baya kuqokelelana ndawonye.+ Baya kuma ngxi. Baya kunkwantya. Kwangaxeshanye baya kuba neentloni.+

  • Isaya 45:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni bade bathotywe,+ bebonke. Kuya kufuneka bahambe bethotyiwe xa bebonke abenzi bezithixo.

  • Yeremiya 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Njengokuhlazeka kwesela xa lifunyenwe, ngokunjalo abo bendlu kaSirayeli bazive behlazekile,+ bona, ookumkani babo, iinkosana zabo nababingeleli babo nabaprofeti babo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share