INdumiso 37:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba abenzi bobubi baya kunqunyulwa,+Kodwa abathembela kuYehova baya kuwudla ilifa umhlaba.+ Isaya 58:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ubuya kubiza yaye uYehova ebeya kuphendula; ubuya kukhalela uncedo,+ aze yena athi, ‘Ndilapha!’ “Ukuba uya kuyishenxisa phakathi kwakho idyokhwe,+ ukwalatha ngomnwe+ nokuthetha okwenzakalisayo;+
9 Ubuya kubiza yaye uYehova ebeya kuphendula; ubuya kukhalela uncedo,+ aze yena athi, ‘Ndilapha!’ “Ukuba uya kuyishenxisa phakathi kwakho idyokhwe,+ ukwalatha ngomnwe+ nokuthetha okwenzakalisayo;+