Isaya 35:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo. Isaya 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Phulaphulani! Uthile uyamemeza entlango esithi:+ “Hlahlani indlela kaYehova!+ Wenzeni uthi tye uhola wendlela kaThixo wethu ethafeni eliyinkqantosi.+ Isaya 62:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+
8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo.
3 Phulaphulani! Uthile uyamemeza entlango esithi:+ “Hlahlani indlela kaYehova!+ Wenzeni uthi tye uhola wendlela kaThixo wethu ethafeni eliyinkqantosi.+
10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+