Ezra 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+ Isaya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+ Isaya 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nonke nina bemi belizwe elinemveliso+ nani bahlala emhlabeni, niya kubona umbono kanye njengaxa kuphakanyiswa umqondiso ezintabeni,+ yaye niya kuva isandi kanye njengaxa kuvuthelwa isigodlo.+ Isaya 49:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+
3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+
3 Nonke nina bemi belizwe elinemveliso+ nani bahlala emhlabeni, niya kubona umbono kanye njengaxa kuphakanyiswa umqondiso ezintabeni,+ yaye niya kuva isandi kanye njengaxa kuvuthelwa isigodlo.+
22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+