INdumiso 34:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYehova usondele kwabo baphuke intliziyo;+Yaye abo bamoya utyumkileyo uyabasindisa.+ Isaya 66:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+
2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+