IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 ngenxa yokuba intliziyo yakho+ ibithambile kangangokuba uye wazithoba+ ngenxa kaYehova ekuveni kwakho endikuthethileyo nxamnye nale ndawo nabemi bayo ukuba iza kuba yinto yokukhwankqiswa nesiqalekiso,+ wandula wena wazikrazula+ izambatho zakho walila phambi kwam, mna, ewe mna, ndivile,” utsho uYehova.+

  • INdumiso 34:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UYehova usondele kwabo baphuke intliziyo;+

      Yaye abo bamoya utyumkileyo uyabasindisa.+

  • Mateyu 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ninoyolo nina xa abantu beningcikiva,+ benitshutshisa,+ bethetha ngani lonke uhlobo lwento engendawo bexoka, ngenxa yam.

  • Luka 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share