Numeri 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bawa ngobuso bathi: “Owu Thixo, Thixo woomoya benyama yonke,+ kone umntu wamnye nje ucaphukela indibano iphela na?”+ Yobhi 34:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba umilisela intliziyo yakhe kubani,Ukuba umoya nempefumlo yalowo uyihlanganisela kuye,+ INtshumayeli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+
22 Bawa ngobuso bathi: “Owu Thixo, Thixo woomoya benyama yonke,+ kone umntu wamnye nje ucaphukela indibano iphela na?”+
14 Ukuba umilisela intliziyo yakhe kubani,Ukuba umoya nempefumlo yalowo uyihlanganisela kuye,+ INtshumayeli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+
7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+