Eksodus 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+ Hoseya 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Thabathani amazwi nibuyele kuYehova.+ Yithini kuye nonke, ‘Sixolele isiphoso sethu;+ uze wamkele okulungileyo, yaye siya kunikela njengembuyekezo amathole eenkomo aziinkunzi, amazwi emilebe yethu.+ Luka 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+ Roma 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngentliziyo+ ubani ubonisa ukholo lobulungisa, kodwa ngomlomo wenza uvumo lwasesidlangalaleni+ losindiso. Hebhere 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+
11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+
2 Thabathani amazwi nibuyele kuYehova.+ Yithini kuye nonke, ‘Sixolele isiphoso sethu;+ uze wamkele okulungileyo, yaye siya kunikela njengembuyekezo amathole eenkomo aziinkunzi, amazwi emilebe yethu.+
15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+
10 Ngentliziyo+ ubani ubonisa ukholo lobulungisa, kodwa ngomlomo wenza uvumo lwasesidlangalaleni+ losindiso.
15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+