IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ogcinela amawaka ububele bothando,+ oxolela isiphoso nokunxaxha nesono,+ ongakhe amenze msulwa ofanelwe sisohlwayo,+ osivelelayo isiphoso sooyise koonyana nakubazukulwana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.”+

  • 2 Samuweli 24:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+

  • INdumiso 51:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ndihlambe ngokucokisekileyo kwisiphoso sam,+

      Undihlambulule nakwisono sam.+

  • Mika 7:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share