IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ekuhambeni kwexesha zonke izizwe zakwaSirayeli zeza kuDavide+ eHebron+ zaza zathi: “Khangela! Thina silithambo lakho nenyama yakho.+

  • Nehemiya 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye ngoku inyama yethu iyafana nenyama yabazalwana bethu;+ oonyana bethu bayafana noonyana babo, kodwa yabona oonyana bethu neentombi zethu sibenza amakhoboka,+ kwaye sezikhona iintombi zethu esele zingawo; yaye akukho mandla ezandleni zethu ngoxa amasimi ethu nezidiliya zethu izezabanye.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share