Yeremiya 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela. Hezekile 22:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ndafuna ke indoda phakathi kwabo engangciba udonga lwamatye+ nengema ethubeni+ phambi kwam ngenxa yelizwe elo, ukuze mna ndingalonakalisi;+ andifumananga nanye. Mika 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+
5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela.
30 “‘Ndafuna ke indoda phakathi kwabo engangciba udonga lwamatye+ nengema ethubeni+ phambi kwam ngenxa yelizwe elo, ukuze mna ndingalonakalisi;+ andifumananga nanye.
2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+