Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. INdumiso 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Makandibuyekeze uYehova ngokobulungisa bam,+Ngokokuhlambuluka kwezandla zam phambi kwamehlo akhe.+ INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ Yeremiya 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+ Mateyu 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+ Roma 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
24 Makandibuyekeze uYehova ngokobulungisa bam,+Ngokokuhlambuluka kwezandla zam phambi kwamehlo akhe.+
10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+
27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+