IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Musa ukukhangela imbonakalo yakhe nokuphakama kwesithomo sakhe,+ kuba ndimgatyile. Kuba indlela abona ngayo umntu [asiyondlela abona ngayo uThixo],+ ngenxa yokuba umntu nje ubona okubonakalayo emehlweni;+ kodwa uYehova yena, ubona oko ikuko intliziyo.”+

  • 1 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+

  • INdumiso 139:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ndigocagoce, Thixo, uze uyazi intliziyo yam.+

      Ndihlolisise, uze uzazi iingcamango zam eziphazamisayo,+

  • IMizekeliso 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Imbiza yokusulungekisa yeyesilivere neziko lelegolide,+ kodwa uYehova ungumgocagoci weentliziyo.+

  • IMizekeliso 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Zonke iindlela zendoda zithe tye emehlweni ayo,+ kodwa uYehova ucikida iintliziyo.+

  • Roma 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ukanti yena lowo uphengulula iintliziyo+ uyakwazi oko kuthethwa ngumoya,+ ngenxa yokuba ubongozela abo bangcwele kuThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share