Isaya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yithini kuya kuba kuhle ngalowo ulilungisa,+ kuba aya kudla isiqhamo sezenzo zawo.+ Mika 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ilizwe limele libe yinkangala ephanzileyo ngenxa yabemi balo, ngenxa yesiqhamo sezenzo zabo.+ Roma 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Sasiyintoni, ngoko, isiqhamo+ enanifudula nisifumana ngelo xesha? Zizinto+ ngoku enineentloni ngazo. Kuba isiphelo sezo zinto kukufa.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+ ISityhilelo 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+ ISityhilelo 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Khangela! Ndiyeza ngokukhawuleza,+ ukuze ndivuze+ ngamnye ngokwemisebenzi yakhe.+
21 Sasiyintoni, ngoko, isiqhamo+ enanifudula nisifumana ngelo xesha? Zizinto+ ngoku enineentloni ngazo. Kuba isiphelo sezo zinto kukufa.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+