IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 42:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Mna, Yehova, ndikubizile ngobulungisa,+ ndakubamba ngesandla.+ Kwaye ndiya kukulondoloza ndize ndikwenze umnqophiso wabantu,+ njengokhanyiso lweentlanga,+

  • Mateyu 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo+ lwenu phambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu emihle+ baze bazukise+ uYihlo osemazulwini.

  • Efese 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kuba nanikhe nabubumnyama,+ kodwa ngoku nikukukhanya+ eNkosini. Qhubekani nihamba njengabantwana bokukhanya,

  • Filipi 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ukuze nibe ngabangenakusoleka+ nabamsulwa, abantwana bakaThixo+ abangenasiphako phakathi kwesizukulwana esigwenxa nesijijekileyo,+ enikhanyayo phakathi kwaso njengezikhanyiso ehlabathini,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share