IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 54:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Yenze ibe banzi ngakumbi indawo yentente yakho.+ Kwaye mabawolule amalaphu entente yomnquba wakho ozukileyo. Ungathinteli. Yandisa iintambo zentente yakho, uzenze zomelele izikhonkwane zentente yakho.+

  • Isaya 61:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+

  • Hagayi 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘Yaye ndiya kuzinyikimisa zonke iintlanga, zize izinto ezinqwenelekayo zazo zonke iintlanga zingene;+ yaye ndiya kuyizalisa ngozuko le ndlu,’+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Hagayi 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Yeyam isilivere, negolide yeyam,’+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share