Isaya 61:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+ Isaya 66:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngenxa yokuba niya kwanya nize okunene nifumane ulwaneliseko ebeleni lentuthuzelo epheleleyo yayo; ngenxa yokuba niya kuthabatha ithamo nize niyoliswe ngokugqibeleleyo ngumbele wozuko lwayo.+
6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+
11 ngenxa yokuba niya kwanya nize okunene nifumane ulwaneliseko ebeleni lentuthuzelo epheleleyo yayo; ngenxa yokuba niya kuthabatha ithamo nize niyoliswe ngokugqibeleleyo ngumbele wozuko lwayo.+