IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 49:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+

  • Isaya 51:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ngokuqinisekileyo uYehova uya kuyithuthuzela iZiyon.+ Ngokuqinisekileyo uya kuzithuthuzela zonke iindawo zayo eziphanzileyo,+ ayenze intlango yayo ibe njenge-Eden,+ nethafa layo eliyinkqantosi libe njengomyezo kaYehova.+ Kuya kufumaneka kuyo imigcobo nemihlali, umbulelo nelizwi loncuthu lwengoma.+

  • ISityhilelo 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa yona intendelezo engaphandle+ kwengcwele yetempile, yiphosele phandle ngokupheleleyo ungayilinganisi, kuba inikelwe ezintlangeni,+ yaye ziya kusinyathela ngeenyawo isixeko+ esingcwele kangangeenyanga ezingamashumi amane anesibini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share