Duteronomi 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 akuphakamise yena ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo,+ udunyiswe, udume ube nendili, ube sisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho,+ kanye njengoko wathembisayo.” 1 Petros 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kodwa, ngokuvumelana naLowo Ungcwele wanibizayo, yibani ngcwele nani kuyo yonke ihambo yenu,+
19 akuphakamise yena ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo,+ udunyiswe, udume ube nendili, ube sisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho,+ kanye njengoko wathembisayo.”