Eksodus 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngaloo ndlela uYehova wawasindisa amaSirayeli ngaloo mini, esandleni samaYiputa,+ waza uSirayeli wawabona amaYiputa efile elunxwemeni lolwandle.+ Isaya 51:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Asinguwe na owomisa ulwandle, amanzi enzulu enkulu?+ Lowo wenza iinzulu zolwandle zaba yindlela yokuba abo bahlawulelweyo baye ngaphesheya?+
30 Ngaloo ndlela uYehova wawasindisa amaSirayeli ngaloo mini, esandleni samaYiputa,+ waza uSirayeli wawabona amaYiputa efile elunxwemeni lolwandle.+
10 Asinguwe na owomisa ulwandle, amanzi enzulu enkulu?+ Lowo wenza iinzulu zolwandle zaba yindlela yokuba abo bahlawulelweyo baye ngaphesheya?+