7 Esikhundleni sehlazo lenu kuya kubakho inxalenye ephindiweyo,+ yaye esikhundleni sokuthotywa baya kumemelela ngovuyo ngenxa yesabelo sabo.+ Ngoko ke elizweni labo baya kudla ilifa lenxalenye ephindiweyo.+ Baya kuba nemihlali ukusa kwixesha elingenammiselo.+