IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 28:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngaphezu koko, uAhazi wahlanganisa ndawonye impahla+ zendlu kaTHIXO oyinyaniso waza wazaphula zaba ziingceba iimpahla zendlu kaTHIXO oyinyaniso,+ waza wazivala iingcango+ zendlu kaYehova, wazenzela izibingelelo kuzo zonke iimbombo zaseYerusalem.+

  • 2 Kronike 34:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 ngenxa yokuba beye bandishiya+ baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo,+ ukuze bandicaphukise+ ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo+ yaye umsindo wam+ uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye uwuyi kucinywa.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share