Isaya 62:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kwaye ngokuqinisekileyo iintlanga ziya kububona ubulungisa+ bakho, mfazindini,+ nookumkani bonke babubone ubuqaqawuli bakho.+ Yaye okunene uya kubizwa ngegama elitsha,+ elo liya kutyunjwa ngumlomo kaYehova. Yeremiya 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+ Roma 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye apho kwakuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’ baya kubizwa ngokuthi ‘oonyana boTHIXO ophilayo.’”+
2 “Kwaye ngokuqinisekileyo iintlanga ziya kububona ubulungisa+ bakho, mfazindini,+ nookumkani bonke babubone ubuqaqawuli bakho.+ Yaye okunene uya kubizwa ngegama elitsha,+ elo liya kutyunjwa ngumlomo kaYehova.
16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+