Isaya 65:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kulishiya igama lenu lisisifungo kwabanyuliweyo bam, yaye iNkosi enguMongami uYehova okunene iya kubulala ngamnye,+ kodwa abakhonzi bayo iya kubabiza ngelinye igama;+ Yeremiya 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+
15 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kulishiya igama lenu lisisifungo kwabanyuliweyo bam, yaye iNkosi enguMongami uYehova okunene iya kubulala ngamnye,+ kodwa abakhonzi bayo iya kubabiza ngelinye igama;+
16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+