Isaya 48:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Qokelelanani ndawonye, nonke, nize nive.+ Ngubani na phakathi kwabo oxele ezi zinto? UYehova umthandile.+ Uya kwenza oko kumyolisayo eBhabhiloni,+ nengalo yakhe iya kuba phezu kwamaKhaledi.+ Isaya 54:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Uya kumiselwa ngokuqinileyo ngobulungisa.+ Uya kuba kude nengcinezelo+—kuba akuyi koyika nto—nayo nantoni na enkwantyisayo, kuba ayiyi kusondela kuwe.+ Yohane 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Akufika uya kulinika ihlabathi ubungqina obeyisayo ngesono nangobulungisa nangomgwebo:+
14 “Qokelelanani ndawonye, nonke, nize nive.+ Ngubani na phakathi kwabo oxele ezi zinto? UYehova umthandile.+ Uya kwenza oko kumyolisayo eBhabhiloni,+ nengalo yakhe iya kuba phezu kwamaKhaledi.+
14 Uya kumiselwa ngokuqinileyo ngobulungisa.+ Uya kuba kude nengcinezelo+—kuba akuyi koyika nto—nayo nantoni na enkwantyisayo, kuba ayiyi kusondela kuwe.+