Genesis 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+ INdumiso 72:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Igama lakhe malifikelele kwixesha elingenammiselo;+Malande phambi kwelanga igama lakhe,Mabazisikelele ngaye;+Zonke iintlanga mazibhengeze ukuba unoyolo.+ Yeremiya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+
18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+
17 Igama lakhe malifikelele kwixesha elingenammiselo;+Malande phambi kwelanga igama lakhe,Mabazisikelele ngaye;+Zonke iintlanga mazibhengeze ukuba unoyolo.+
2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+