IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+

  • INdumiso 37:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Amalungisa aya kuwudla ilifa umhlaba,+

      Ahlale kuwo ngonaphakade.+

  • Isaya 49:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+

  • Mateyu 25:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Ngoko ukumkani uya kuthi kwabo bangasekunene kwakhe, ‘Yizani, nina nisikelelweyo nguBawo,+ budleni ilifa+ ubukumkani+ obalungiselelwa nina ukususela ekusekweni kwehlabathi.+

  • Yohane 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Ndinazo nezinye izimvu,+ ezingezizo ezesi sibaya;+ nazo ezo ndimele ndize nazo, yaye ziya kuliphulaphula ilizwi lam,+ zize zibe mhlambi mnye, nomalusi abe mnye.+

  • 2 Petros 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+

  • ISityhilelo 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Emva koko, khangela! ndabona naso isihlwele+ esikhulu, ekungekho mntu wakwaziyo ukusibala, siphuma kuzo zonke iintlanga+ nezizwe nezizwana+ neelwimi,+ simi phambi kwetrone+ naphambi kweMvana, sambethe imiwunduzo+ emhlophe; yaye kwakukho amasebe+ esundu ezandleni zaso.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share