Isaya 61:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nenzala yabo okunene iya kwaziwa naphakathi kweentlanga,+ nabaphuma kubo phakathi kwezizwana. Bonke abababonayo baya kubaqonda,+ ukuba bayinzala ayisikeleleyo uYehova.”+ Zekariya 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiya kubachithachitha njengembewu phakathi kwezizwana,+ nakwiindawo ezikude baya kundikhumbula;+ kwaye bamele baphile kunye noonyana babo baze babuye.+
9 Nenzala yabo okunene iya kwaziwa naphakathi kweentlanga,+ nabaphuma kubo phakathi kwezizwana. Bonke abababonayo baya kubaqonda,+ ukuba bayinzala ayisikeleleyo uYehova.”+
9 Ndiya kubachithachitha njengembewu phakathi kwezizwana,+ nakwiindawo ezikude baya kundikhumbula;+ kwaye bamele baphile kunye noonyana babo baze babuye.+