Yohane 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Abantu baya kunigxotha kwindlu yesikhungu.+ Enyanisweni, liyeza ilixa laxa wonk’ ubani onibulalayo eya kucinga ukuba unikele inkonzo engcwele kuThixo.+ Galati 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ngenxa yabazalwana bobuxoki+ abangeniswa ngasese,+ benyebelezela ngaphakathi ngelokuhlola inkululeko+ esinayo kumanyano lwethu noKristu Yesu, ukuze basikhobokise+ ngokupheleleyo— 2 Tesalonika 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+
2 Abantu baya kunigxotha kwindlu yesikhungu.+ Enyanisweni, liyeza ilixa laxa wonk’ ubani onibulalayo eya kucinga ukuba unikele inkonzo engcwele kuThixo.+
4 Kodwa ngenxa yabazalwana bobuxoki+ abangeniswa ngasese,+ benyebelezela ngaphakathi ngelokuhlola inkululeko+ esinayo kumanyano lwethu noKristu Yesu, ukuze basikhobokise+ ngokupheleleyo—
3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+