IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+

  • Yeremiya 23:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+

  • Zekariya 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+

  • Roma 11:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share