INdumiso 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ukuwe umthombo wobomi;+Ngokukhanya okuvela kuwe sinokubona ukukhanya.+ Yeremiya 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+ Yohane 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 waza wathi kuye: “Hamba uye kuhlamba+ echibini laseSilowam”+ (eliguqulelwa ngokuthi ‘Thunyelweyo’). Ngoko waya waza wahlamba,+ wabuya ebona.+
13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+
7 waza wathi kuye: “Hamba uye kuhlamba+ echibini laseSilowam”+ (eliguqulelwa ngokuthi ‘Thunyelweyo’). Ngoko waya waza wahlamba,+ wabuya ebona.+